Bible-Server.org  
 
 
Praise the Lord, all ye nations      
Psalms 117:1       
 
enter keywords   match
 AND find keywords in

Home Page
Genesis
Exodus
Leviticus
Numbers
Deuteronomy
Joshua
Judges
Ruth
1 Samuel
2 Samuel
1 Kings
2 Kings
1 Chronicles
2 Chronicles
Ezra
Nehemiah
Esther
Job
Psalms
Proverbs
Ecclesiastes
Song of Solomon
Isaiah
Jeremiah
Lamentations
Ezekiel
Daniel
Hosea
Joel
Amos
Obadiah
Jonah
Micah
Nahum
Habakkuk
Zephaniah
Haggai
Zechariah
Malachi
Matthew
Mark
Luke
John
Acts
Romans
1 Corinthians
2 Corinthians
Galatians
Ephesians
Philippians
Colossians
1 Thessalonians
2 Thessalonians
1 Timothy
2 Timothy
Titus
Philemon
Hebrews
James
1 Peter
2 Peter
1 John
2 John
3 John
Jude
Revelation
 
 

 
 
translate into
UYoshuwa Chapter12
 
1 Ngabo ke aba ookumkani belizwe, ababulawayo ngoonyana bakaSirayeli, balihlutha ilizwe labo phesheya kweYordan ngasempumalanga, bethabathela emlanjaneni oyiArnon, besa entabeni yeHermon, neArabha yonke ngasempumalanga:
 
2 nguSihon ukumkani wama-Amori, obehleli eHeshbhon, elawula ethabathela eArohere engasemlanjaneni oyiArnon, naphakathi kwesihlambo, nasesiqingatheni seGiliyadi, wesa emlanjaneni oyiYabhoki, engumda woonyana baka-Amon;
 
3 neArabha, wesa elwandle lwaseKidneroti ngasempumalanga, wesa elwandle lweArabha, uLwandle lweTyuwa ngasempumalanga, ngendlela yeBhete-yeshimoti; nasezantsi, phantsi kwamaxandeka asePisga.
 
4 Bahlutha necala likaOgi ukumkani waseBhashan, owayesele kumaRafa, obehleli eAshtaroti nase-Edreyi,
 
5 elawula entabeni yeHermon naseSaleka, nakwiBhashan yonke, wesa emdeni wamaGeshuri, namaMahakati, nesiqingatha seGiliyadi, umda kaSihon ukumkani waseHeshbhon.
 
6 UMoses, umkhonzi kaYehova, noonyana bakaSirayeli bababulala abo. UMoses, umkhonzi kaYehova, walinika lamiwa ngamaRubhen, nangamaGadi, nesiqingatha sesiwe sakwaManase.
 
7 Ngabo aba ookumkani belizwe, awababulalayo uYoshuwa noonyana bakaSirayeli nganeno kwaYordan ngasentshonalanga, ethabathela eBhahali-gadi entilini yeLebhanon, wesa ezintabeni ezimkhuthuka, ezinyukayo ziye kwaSehire; uYoshuwa walinika izizwe zakwaSirayeli, zema kulo ngokweentlantlu zazo,
 
8 ezintabeni, nasezihlanjeni, naseArabha, nasemaxandekeni, nasentlango, nakwelasezantsi:amaHeti, nama-Amori, namaKanan, namaPerizi, namaHivi, namaYebhusi:
 
9 ngukumkani waseYeriko, emnye; ngukumkani waseAyi, engecala leBheteli, emnye;
 
10 ngukumkani waseYerusalem, emnye; ngekumkani waseHebron, emnye;
 
11 ngukumkani waseYarmuti, emnye; ngukumkani waseLakishe, emnye;
 
12 ngukumkani wase-Eglon, emnye; ngukumkani waseGezera, emnye;
 
13 ngukumkani waseDebhiri emnye; ngukumkani waseGedere, emnye;
 
14 ngukumkani waseHorma, emnye;
 
15 ngukumkani waseArade, emnye; ngukumkani waseLibhena, emnye; ngukumkani waseAdulam, emnye;
 
16 ngukumkani waseMakeda, emnye; ngukumkani waseBheteli, emnye;
 
17 ngukumkani waseTapuwa, emnye; ngukumkani waweHefere, emnye;
 
18 ngukumkani waseAfeki, emnye; ngekumkani waseLasharon, emnye;
 
19 ngukumkani waseMadon, emnye; ngukumkani waseHatsore, emnye;
 
20 ngukumkani waseShimron-merom, emnye; ngukumkani waseAkeshafi, emnye;
 
21 ngukumkani waseTahanaki, emnye; ngukumkani waseMegido, emnye;
 
22 ngukumkani waseKedeshe, emnye; ngukumkani waseYokeneham eKarmele, emnye;
 
23 ngukumkani waseDore ezindulini zeDore, emnye; ngukumkani wamaGoyi eGiligali, emnye;
 
24 ngukumkani waseTirtsa, emnye. Bonke ookumkani abo ngamashumi omathathu anamnye.
 
 

  [ Prev ] 1 | 2 | 3 | 4 | 5 | 6 | 7 | 8 | 9 | 10 | 11 | 12 | 13 | 14 | 15 | 16 | 17 | 18 | 19 | 20 | 21 | 22 | 23 | 24 | [ Next ]