Bible-Server.org  
 
 
Praise the Lord, all ye nations      
Psalms 117:1       
 
enter keywords   match
 AND find keywords in

Home Page
Genesis
Exodus
Leviticus
Numbers
Deuteronomy
Joshua
Judges
Ruth
1 Samuel
2 Samuel
1 Kings
2 Kings
1 Chronicles
2 Chronicles
Ezra
Nehemiah
Esther
Job
Psalms
Proverbs
Ecclesiastes
Song of Solomon
Isaiah
Jeremiah
Lamentations
Ezekiel
Daniel
Hosea
Joel
Amos
Obadiah
Jonah
Micah
Nahum
Habakkuk
Zephaniah
Haggai
Zechariah
Malachi
Matthew
Mark
Luke
John
Acts
Romans
1 Corinthians
2 Corinthians
Galatians
Ephesians
Philippians
Colossians
1 Thessalonians
2 Thessalonians
1 Timothy
2 Timothy
Titus
Philemon
Hebrews
James
1 Peter
2 Peter
1 John
2 John
3 John
Jude
Revelation
 
 

 
 
translate into
EyokuQala yeziKronike Chapter8
 
1 UBhenjamin wazala uBhela amazi bulo akhe, noAshebhele owesibini, noAhara owesithathu,
 
2 uNoha owesine, noRafa owesihlanu.
 
3 Oonyana bakaBhela babengooAdare, noGera, noAbhihudi,
 
4 noAbhishuwa, noNahaman, noAhowa,
 
5 noGera, noShefufan, noHuram.
 
6 Ngabo abo oonyana bakaEhudi, abo baziintloko zezindlu zooyise kubemi baseGebha; babafudusela eManahati:
 
7 nguNahaman, noAhiya, noGera, owabafudusayo; uEhudi wazala u-Uza noAhihudi.
 
8 UShaharayim wazala emhlabeni wakwaMowabhi emveni kokubandulula wakhe ooHushim noBhahara, abafazi bakhe;
 
9 wazala ngoHodeshe umkakhe:uYobhabhi, noTsibheya, noMesha, noMalekom,
 
10 noYehutse, noShakiya, noMirma. Ngabo abo oonyana bakhe, iintloko zezindlu zooyise.
 
11 NgoHushim wazala uAbhitubhi noEliphahali.
 
12 Oonyana bakaElipahali:nguEbhere, noMisham, noShemere, owayakhayo iOno, neLodi namagxamesi ayo.
 
13 NgooBheriya noShema abaziintloko zezindlu zooyise kubemi baseAyalon, abagxotha abemi baseGati.
 
14 OoAhiyo, noShashaki, noYeremoti,
 
15 noZebhadiya, noAradi, noEdere,
 
16 noMikayeli, noIshpa, noYoha babengoonyana bakaBheriya.
 
17 OoZebhadiya, noMeshulam, noHizeki, noHebhere,
 
18 noIshmerayi, noYeziliya, noYobhabi babengoonyana bakaElepahali.
 
19 OoYakim, noZikri, noZabhedi.
 
20 noElihenayi, noTsiletayi, noEliyeli,
 
21 noAdaya, noBheraya, noShimrati babengoonyana bakaShimehi.
 
22 OoIshpan, noEbhere, noEliyeli,
 
23 noAbhedon, noZikri, noHanan,
 
24 noHananiya, noElam, noAntotiya,
 
25 noIfediya, noPenuweli babengoonyana bakaShashaki.
 
26 OoShamesherayi, noShehariya, noAtaliya,
 
27 noYareshiya, noEliya, noZikri babengoonyana bakaYeroham.
 
28 Zizo ezo iintloko zezindlu zooyise ngokweenzala zazo; ziintloko ke ezo; ezo zahlala eYerusalem.
 
29 EGibheyon kwahlala ozala amaGibheyon, uYehiyeli; igama lomkakhe belinguMahaka.
 
30 NguAbhedon unyana wakhe wamazibulo, noTsure, noKishe, noBhahali, noNadabhi,
 
31 noGedore, noAhiyo, noZekere.
 
32 UMikeloti wazala uShimeha. Nabo bahlala eYerusalem nabazalwana babo, malungana nabazalwana babo.
 
33 UNere wazala uKishe; uKishe wazala uSawule; uSawule wazala uYonatan, noMalekishuwa, noAbhinadabhi, noEshbhahali.
 
34 Unyana kaYonatan nguMeribhi-bhahali; uMeribhi-bhahali wazala uMika.
 
35 Oonyana bakaMika nguPiton, noMeleki, noTareya, noAhazi.
 
36 UAhazi wazala uYehowada; uYehowada wazala uAlemete, noAzemavete, noZimri; uZimri wazala uMotsa;
 
37 uMotsa wazala uBhineha. NguRafa unyana wakhe, nguElehasa unyana wakhe, nguAtsele unyana wakhe.
 
38 UAtsele ebenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo; nguAzerikam, nguBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Bonke abo babengoonyana baka-Atsele.
 
39 Oonyana bakaEsheki, umzalwana wakhe, ngu-Ulam amazibulo akhe, nguYehushe owesibini, nguElifelete owesithathu.
 
40 Oonyana bakaUlam babengamadoda angamagorha anobukroti, abagoba isaphetha; babenoonyana abaninzi, noonyana boonyana, ikhulu elinamanci mahlanu. Bonke abo babengaboonyana bakaBhenjamin.
 
 

  [ Prev ] 1 | 2 | 3 | 4 | 5 | 6 | 7 | | 9 | 10 | 11 | 12 | 13 | 14 | 15 | 16 | 17 | 18 | 19 | 20 | 21 | 22 | 23 | 24 | 25 | 26 | 27 | 28 | 29 | [ Next ]